السورة بالعربية مع التفسير
استمع إلى سورة الناس (1,329 قارئاً)
بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ
قُلۡ أَعُوذُ بِرَبِّ ٱلنَّاسِ ١Yithi: Ndicela ukhuseleko ngeNkosi yoluntu مَلِكِ ٱلنَّاسِ ٢UKumkani woluntu إِلَٰهِ ٱلنَّاسِ ٣UThixo woluntu مِن شَرِّ ٱلۡوَسۡوَاسِ ٱلۡخَنَّاسِ ٤Ekungcoleni komsebezi wokungcola orhoxayo (emva kokusebeza) kwakhe ٱلَّذِي يُوَسۡوِسُ فِي صُدُورِ ٱلنَّاسِ ٥Lowo usebeza ezintliziyweni zoluntu مِنَ ٱلۡجِنَّةِ وَٱلنَّاسِ ٦Phakathi kweejinni naphakathi koluntu
الترجمة: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.