السورة بالعربية مع التفسير
استمع إلى سورة التين (1,313 قارئاً)
بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ
وَٱلتِّينِ وَٱلزَّيۡتُونِ ١Ndifunga ngomkhiwane nangomnquma وَطُورِ سِينِينَ ٢Nangentaba yeSinayi وَهَٰذَا ٱلۡبَلَدِ ٱلۡأَمِينِ ٣Nangesi sixeko sokhuseleko (saseMakkah) لَقَدۡ خَلَقۡنَا ٱلۡإِنسَٰنَ فِيٓ أَحۡسَنِ تَقۡوِيمٍ ٤Inene umntu Samdala ngesona simo silungileyo ثُمَّ رَدَدۡنَٰهُ أَسۡفَلَ سَٰفِلِينَ ٥Saphinda Samthobisela kowona mgangatho uphantsi إِلَّا ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ وَعَمِلُواْ ٱلصَّٰلِحَٰتِ فَلَهُمۡ أَجۡرٌ غَيۡرُ مَمۡنُونٍ ٦Ngaphandle kwabo bakholwayo benze imisebenzi yobulungisa. Okwabo iya kuba ngumvuzo ongeze usilele فَمَا يُكَذِّبُكَ بَعۡدُ بِٱلدِّينِ ٧Yintoni ke emva koku enibangela ukuba niyiphike inkolo أَلَيۡسَ ٱللَّهُ بِأَحۡكَمِ ٱلۡحَٰكِمِينَ ٨AyingoAllâh na Oyena Mgwebi Unobuluko kubagwebi
الترجمة: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.