Arabic with tafsir
Listen to Surah Al-Ikhlas (1391 reciters)
بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ
قُلۡ هُوَ ٱللَّهُ أَحَدٌ ١Yithi nguAllâh, Mnye (Jwi) ٱللَّهُ ٱلصَّمَدُ ٢UAllâh nguNaphakade, Uphelele لَمۡ يَلِدۡ وَلَمۡ يُولَدۡ ٣Akazali naYe Engazanga Wazalwa وَلَمۡ يَكُن لَّهُۥ كُفُوًا أَحَدُۢ ٤Ukanti akukho namnye ofana naYe
Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.