Arabic with tafsir
Listen to Surah Al-Masadd (1253 reciters)
بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ
تَبَّتۡ يَدَآ أَبِي لَهَبٍ وَتَبَّ ١Mazitshabalale zombini izandla zika-Abû Lahab, (naye) atshabalale مَآ أَغۡنَىٰ عَنۡهُ مَالُهُۥ وَمَا كَسَبَ ٢Ubutyebi bakhe nabantwana bakhe bungamncedi nganto سَيَصۡلَىٰ نَارًا ذَاتَ لَهَبٍ ٣Uza kutsha edangatyeni loMlilo odwanguzayo وَٱمۡرَأَتُهُۥ حَمَّالَةَ ٱلۡحَطَبِ ٤Nomfazi wakhe, umthwalikazi weenkuni فِي جِيدِهَا حَبۡلٌ مِّن مَّسَدِۭ ٥Entanyeni yakhe uya kuqanyangelwa ngentambo yomthi wesundu
Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.